Mateyu 20:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 “Ngoko uBukumkani bamazulu bufana nomninimzi owahamba ekuseni eyokuqesha abantu bokusebenza kwintsimi yakhe yeediliya.+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 20:1 Umntu Obalaseleyo, isahl. 97
20 “Ngoko uBukumkani bamazulu bufana nomninimzi owahamba ekuseni eyokuqesha abantu bokusebenza kwintsimi yakhe yeediliya.+