Mateyu 21:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Wabona umthi wamafiya* ecaleni kwendlela, waya kuwo, wafika ungenanto, ingamagqabi odwa,+ waza wathi kuwo: “Makungaze kuphinde kuphume mafiya* kuwe ngonaphakade.” Woma ngoko nangoko loo mthi.+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 21:19 Umntu Obalaseleyo, isahl. 103, 105
19 Wabona umthi wamafiya* ecaleni kwendlela, waya kuwo, wafika ungenanto, ingamagqabi odwa,+ waza wathi kuwo: “Makungaze kuphinde kuphume mafiya* kuwe ngonaphakade.” Woma ngoko nangoko loo mthi.+