Mateyu 21:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 “Nanku omnye umzekelo: Kwakukho umntu owayenomhlaba, wawubiya, wawenza intsimi yeediliya,+ wemba isixovulelo sewayini, wakha nenqaba.+ Emva koko, waqeshisa ngaloo ntsimi kubalimi, waza waya kwelinye ilizwe.+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 21:33 Umntu Obalaseleyo, isahl. 106
33 “Nanku omnye umzekelo: Kwakukho umntu owayenomhlaba, wawubiya, wawenza intsimi yeediliya,+ wemba isixovulelo sewayini, wakha nenqaba.+ Emva koko, waqeshisa ngaloo ntsimi kubalimi, waza waya kwelinye ilizwe.+