Mateyu 24:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Kuba kuza kuvela ooKristu nabaprofeti bobuxoki,+ benze imimangaliso nemilingo ukuze balahlekise+ nkqu nabakhethiweyo, ukuba kunokwenzeka.
24 Kuba kuza kuvela ooKristu nabaprofeti bobuxoki,+ benze imimangaliso nemilingo ukuze balahlekise+ nkqu nabakhethiweyo, ukuba kunokwenzeka.