Mateyu 24:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Emva koko kuza kubonakala ummangaliso wobukho boNyana womntu esibhakabhakeni, ibe zonke izizwe zomhlaba ziza kwenza isijwili,+ yaye ziza kumbona uNyana womntu+ esiza esemafini,* enamandla nozuko olukhulu.+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 24:30 Umntu Obalaseleyo, isahl. 111 UBukumkani BukaThixo Buyalawula!, iphe. 226 “Sonke ISibhalo”, iphe. 142
30 Emva koko kuza kubonakala ummangaliso wobukho boNyana womntu esibhakabhakeni, ibe zonke izizwe zomhlaba ziza kwenza isijwili,+ yaye ziza kumbona uNyana womntu+ esiza esemafini,* enamandla nozuko olukhulu.+
24:30 Umntu Obalaseleyo, isahl. 111 UBukumkani BukaThixo Buyalawula!, iphe. 226 “Sonke ISibhalo”, iphe. 142