Mateyu 27:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Kodwa ababingeleli abaziintloko nabadala benza abantu bacele ukuba kukhululwe uBharabhas,+ kubulawe uYesu.+
20 Kodwa ababingeleli abaziintloko nabadala benza abantu bacele ukuba kukhululwe uBharabhas,+ kubulawe uYesu.+