Mateyu 27:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Wathi uPilato esakubona ukuba le nto ayincedi nganto, kunoko kuvela isiphithiphithi, wathatha amanzi, wahlamba izandla phambi kwabantu, esithi: “Andinanto yakwenza nokufa kwalo mntu.* Bonani ukuba manenze ntoni.” Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 27:24 IMboniselo,9/15/2005, iphe. 12
24 Wathi uPilato esakubona ukuba le nto ayincedi nganto, kunoko kuvela isiphithiphithi, wathatha amanzi, wahlamba izandla phambi kwabantu, esithi: “Andinanto yakwenza nokufa kwalo mntu.* Bonani ukuba manenze ntoni.”