Marko 2:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Kodwa wathi kubo: “Anizange nifunde na ngento eyenziwa nguDavide xa wayengenakutya, ibe yena namadoda akhe belambile?+
25 Kodwa wathi kubo: “Anizange nifunde na ngento eyenziwa nguDavide xa wayengenakutya, ibe yena namadoda akhe belambile?+