26 Indlela awangena ngayo endlini kaThixo, waza watya izonka ezibekwa phambi kukaThixo, wanika nabantu ababekunye naye, njengokuba kuchaziwe kwibali elingoAbhiyatare+ umbingeleli oyintloko, zonka ezo ekungekho mthethweni ukuba zityiwe nangubani na ngaphandle kwababingeleli?”+