Marko 6:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Wathi xa esehla esikhepheni, wabona abantu abaninzi, wabasizela,+ kuba babenjengeegusha ezingenamalusi.+ Ibe wabafundisa izinto ezininzi.+ Marko ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 6:34 Sondela KuYehova, iphe. 292-293 ‘Umlandeli Wam’, iphe. 158 IMboniselo,2/15/2000, iphe. 21-22
34 Wathi xa esehla esikhepheni, wabona abantu abaninzi, wabasizela,+ kuba babenjengeegusha ezingenamalusi.+ Ibe wabafundisa izinto ezininzi.+