Marko 6:41 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 41 Wazithatha ezo zonka zihlanu nezo ntlanzi zimbini, wajonga ezulwini wathandaza.*+ Emva koko waziqhekeza, wazinika abafundi bakhe, bona bazinika abantu, wabahlulela nezo ntlanzi.
41 Wazithatha ezo zonka zihlanu nezo ntlanzi zimbini, wajonga ezulwini wathandaza.*+ Emva koko waziqhekeza, wazinika abafundi bakhe, bona bazinika abantu, wabahlulela nezo ntlanzi.