Marko 7:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ngokomzekelo, uMoses wathi, ‘Mhloniphe utata wakho nomama wakho,’+ waphinda wathi, ‘Nabani na othuka utata wakhe okanye umama wakhe makabulawe.’+
10 Ngokomzekelo, uMoses wathi, ‘Mhloniphe utata wakho nomama wakho,’+ waphinda wathi, ‘Nabani na othuka utata wakhe okanye umama wakhe makabulawe.’+