Marko 9:50 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 50 Ityiwa ilungile, kodwa ukuba iphelelwa yincasa, niza kuyibuyisela ngantoni incasa yayo?+ Yibani nencasa yetyiwa,+ kuhlale kukho uxolo phakathi kwenu.”+ Marko ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 9:50 Umntu Obalaseleyo, isahl. 63
50 Ityiwa ilungile, kodwa ukuba iphelelwa yincasa, niza kuyibuyisela ngantoni incasa yayo?+ Yibani nencasa yetyiwa,+ kuhlale kukho uxolo phakathi kwenu.”+