Marko 12:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 ibe ukumthanda ngentliziyo yakho yonke, ngengqondo yakho yonke, nangamandla akho onke, nokuthanda ummelwane wakho ngendlela ozithanda ngayo nawe, kubaluleke kakhulu kunayo yonke iminikelo etshiswa ngokupheleleyo nemibingelelo.”+
33 ibe ukumthanda ngentliziyo yakho yonke, ngengqondo yakho yonke, nangamandla akho onke, nokuthanda ummelwane wakho ngendlela ozithanda ngayo nawe, kubaluleke kakhulu kunayo yonke iminikelo etshiswa ngokupheleleyo nemibingelelo.”+