Marko 14:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ndiyaniqinisekisa ukuba, naphi na apho zishunyayelwa khona iindaba ezilungileyo emhlabeni,+ kuza kuthethwa nangaye lo mfazi, aze akhunjulwe ngale nto ayenzileyo.”+
9 Ndiyaniqinisekisa ukuba, naphi na apho zishunyayelwa khona iindaba ezilungileyo emhlabeni,+ kuza kuthethwa nangaye lo mfazi, aze akhunjulwe ngale nto ayenzileyo.”+