Marko 14:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Bathi njengokuba besitya, uYesu wathatha isonka, wathandaza,* wasiqhekeza, waza wanika abafundi bakhe, wathi: “Thathani; esi sonka simela umzimba wam.”+
22 Bathi njengokuba besitya, uYesu wathatha isonka, wathandaza,* wasiqhekeza, waza wanika abafundi bakhe, wathi: “Thathani; esi sonka simela umzimba wam.”+