Marko 14:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Emva koko uYesu wathi kubo: “Nonke niza kundishiya, kuba kubhaliwe kwathiwa: ‘Ndiza kuhlasela umalusi,+ zize zithi saa iigusha.’+ Marko ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 14:27 “Sonke ISibhalo”, iphe. 169
27 Emva koko uYesu wathi kubo: “Nonke niza kundishiya, kuba kubhaliwe kwathiwa: ‘Ndiza kuhlasela umalusi,+ zize zithi saa iigusha.’+