Marko 14:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 Yaye wathi: “Abha,* Tata,+ akukho nto inokukohlula; yisuse le ndebe kum. Kodwa, mayingabi kukuthanda kwam, mayibe kukuthanda kwakho.”+ Marko ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 14:36 IMboniselo,4/1/2009, iphe. 13 ‘Umlandeli Wam’, iphe. 134 Umntu Obalaseleyo, isahl. 117
36 Yaye wathi: “Abha,* Tata,+ akukho nto inokukohlula; yisuse le ndebe kum. Kodwa, mayingabi kukuthanda kwam, mayibe kukuthanda kwakho.”+