Luka 2:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 kanye njengokuba kubhaliwe eMthethweni kaYehova* kwathiwa: “Onke amazibulo angamakhwenkwe* aza kuba ngcwele kuYehova.”*+ 1. Okona Kukhanya Kokwenene Kwehlabathi Ibali Elingobulungiseleli BukaYesu—Iividiyo Nezibhalo UYesu unikelwa kuYehova etempileni (gnj 1 43:56–45:02)
23 kanye njengokuba kubhaliwe eMthethweni kaYehova* kwathiwa: “Onke amazibulo angamakhwenkwe* aza kuba ngcwele kuYehova.”*+