Luka 3:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 kanye njengokuba kubhaliwe encwadini kaIsaya umprofeti kwathiwa: “Nalo ilizwi livakala entlango lisithi: ‘Lungisani indlela kaYehova!* Susani yonke into ekuyo.+ Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:4 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 399-401
4 kanye njengokuba kubhaliwe encwadini kaIsaya umprofeti kwathiwa: “Nalo ilizwi livakala entlango lisithi: ‘Lungisani indlela kaYehova!* Susani yonke into ekuyo.+