Luka 10:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 “Lowo unimamelayo umamela mna.+ Nalowo unganimameliyo akamameli mna. Ngaphezu koko, nabani na ongandimameliyo, akamameli lowo undithumileyo.”+ Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 10:16 Ulungelelwano, iphe. 67-68
16 “Lowo unimamelayo umamela mna.+ Nalowo unganimameliyo akamameli mna. Ngaphezu koko, nabani na ongandimameliyo, akamameli lowo undithumileyo.”+