-
Luka 10:34IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
34 Weza kuye, wagalela amanxeba akhe ioli newayini, waza wawabopha. Emva koko wamkhwelisa kwidonki yakhe, wayokumhoya kwindawo yabahambi.
-