Luka 11:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Ukumkanikazi wasemzantsi+ uza kuvuswa xa kugwetywa abantu besi sizukulwana aze abamangalele, kuba yena weza evela kwindawo ekude ezokuva ubulumko bukaSolomon. Kodwa, jongani! ngoku kufike umntu omkhulu kunoSolomon.+
31 Ukumkanikazi wasemzantsi+ uza kuvuswa xa kugwetywa abantu besi sizukulwana aze abamangalele, kuba yena weza evela kwindawo ekude ezokuva ubulumko bukaSolomon. Kodwa, jongani! ngoku kufike umntu omkhulu kunoSolomon.+