Luka 12:39 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 39 Kodwa yazini le nto, ukuba umnikazi wendlu ebelazi ixesha eliza kufika ngalo isela, ebeza kuqinisekisa ukuba indlu yakhe ayiqhekezwa.+
39 Kodwa yazini le nto, ukuba umnikazi wendlu ebelazi ixesha eliza kufika ngalo isela, ebeza kuqinisekisa ukuba indlu yakhe ayiqhekezwa.+