Luka 12:56 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 56 Bahanahanisindini,* niyakwazi ukubona into eza kwenzeka ngokujonga nje umhlaba okanye isibhakabhaka, kutheni ke ningakwazi ukubona ukuba kwenzeka ntoni ngoku?+ Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 12:56 Umntu Obalaseleyo, isahl. 78
56 Bahanahanisindini,* niyakwazi ukubona into eza kwenzeka ngokujonga nje umhlaba okanye isibhakabhaka, kutheni ke ningakwazi ukubona ukuba kwenzeka ntoni ngoku?+