Luka 15:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Unyana wathi kuye, ‘Tata, ndimonile uThixo, nawe ndikonile.+ Andisafanelanga nokuba kuthiwe ndingunyana wakho.’ Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 15:21 Umntu Obalaseleyo, isahl. 86
21 Unyana wathi kuye, ‘Tata, ndimonile uThixo, nawe ndikonile.+ Andisafanelanga nokuba kuthiwe ndingunyana wakho.’