Luka 19:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Wathi: “Enye indoda yasebukhosini yayiza kuya kwilizwe elikude+ ukuze yenziwe ukumkani, ize ibuye emva koko. Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 19:12 Umntu Obalaseleyo, isahl. 100
12 Wathi: “Enye indoda yasebukhosini yayiza kuya kwilizwe elikude+ ukuze yenziwe ukumkani, ize ibuye emva koko.