Luka 19:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Yathi kulo, ‘Ndikugweba ngamazwi akho ke, khobokandini elingalunganga. Andithi ubusazi ukuba ndikhohlakele; ndithatha into endingayibekanga, ndivuna nalapho ndingatyalanga khona?+ Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 19:22 Umntu Obalaseleyo, isahl. 100
22 Yathi kulo, ‘Ndikugweba ngamazwi akho ke, khobokandini elingalunganga. Andithi ubusazi ukuba ndikhohlakele; ndithatha into endingayibekanga, ndivuna nalapho ndingatyalanga khona?+