Luka 20:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Bamgada, baza bathuma abantu ababebaqeshile ukuba benze ngathi bangamalungisa, ukuze bambambise ngezinto azithethayo,+ baze bamnikele kurhulumente nakumlawuli.
20 Bamgada, baza bathuma abantu ababebaqeshile ukuba benze ngathi bangamalungisa, ukuze bambambise ngezinto azithethayo,+ baze bamnikele kurhulumente nakumlawuli.