Luka 22:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Nina ke ze ningabi njalo.+ Kodwa nabani na omkhulu phakathi kwenu makabe njengoyena mncinci,+ nalowo ukhokelayo mayibe nguye osebenzela abanye. Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 22:26 IMboniselo,4/15/2004, iphe. 15-16 3/15/2003, iphe. 5
26 Nina ke ze ningabi njalo.+ Kodwa nabani na omkhulu phakathi kwenu makabe njengoyena mncinci,+ nalowo ukhokelayo mayibe nguye osebenzela abanye.