Yohane 3:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Umntu onomtshakazi ngumyeni.+ Xa umhlobo womyeni emi ngakuye, esiva nento ayithethayo, uvuya kakhulu. Ngoko ke nam ndivuya kakhulu. Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:29 Umntu Obalaseleyo, isahl. 18
29 Umntu onomtshakazi ngumyeni.+ Xa umhlobo womyeni emi ngakuye, esiva nento ayithethayo, uvuya kakhulu. Ngoko ke nam ndivuya kakhulu.