Yohane 11:38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 Intliziyo kaYesu yaphinda yabuhlungu kakhulu, emva koko wasondela engcwabeni.* Elo ngcwaba lalingumqolomba, livalwe ngelitye.
38 Intliziyo kaYesu yaphinda yabuhlungu kakhulu, emva koko wasondela engcwabeni.* Elo ngcwaba lalingumqolomba, livalwe ngelitye.