Yohane 21:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Bagqiba ukutya, waza uYesu wathi kuSimon Petros: “Simon nyana kaYohane, undithanda ngaphezu kwezi na?” Wamphendula wathi: “Ewe Nkosi, uyazi ukuba ndikuthanda kakhulu.” Wathi kuye: “Yondla amatakane am.”*+ Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 21:15 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 204 IMboniselo,4/1/2010, iphe. 25-26 6/1/2008, iphe. 23 4/15/2008, iphe. 31 4/15/2007, iphe. 25 Ukunikela Ubungqina, iphe. 30 Umntu Obalaseleyo, isahl. 130
15 Bagqiba ukutya, waza uYesu wathi kuSimon Petros: “Simon nyana kaYohane, undithanda ngaphezu kwezi na?” Wamphendula wathi: “Ewe Nkosi, uyazi ukuba ndikuthanda kakhulu.” Wathi kuye: “Yondla amatakane am.”*+
21:15 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 204 IMboniselo,4/1/2010, iphe. 25-26 6/1/2008, iphe. 23 4/15/2008, iphe. 31 4/15/2007, iphe. 25 Ukunikela Ubungqina, iphe. 30 Umntu Obalaseleyo, isahl. 130