-
IZenzo 5:10IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
10 Ngoko nangoko wawa phambi koPetros, wafa. Xa abafana bangenayo bafika efile, baza bamthwala bayokumngcwaba ecaleni kwendoda yakhe.
-