21 Emva kokuva loo mazwi, bangena etempileni kwakusa, baqalisa ukufundisa.
Xa umbingeleli omkhulu nabo babekunye naye bafikayo, babiza iNkundla Ephakamileyo YamaYuda nabo bonke abadala bakwaSirayeli, baza bathumela oonogada ukuba bayokuthatha abapostile ejele.