IZenzo 5:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 wathi kubo: “Saniyalela ngokucacileyo ukuba ningaphinde nifundise ngeli gama,+ kodwa jonga! niyigcwalisile iYerusalem ngale mfundiso yenu, yaye nizimisele ukusibeka ityala ngokufa kwalo mntu.”*+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:28 Ukunikela Ubungqina, iphe. 37
28 wathi kubo: “Saniyalela ngokucacileyo ukuba ningaphinde nifundise ngeli gama,+ kodwa jonga! niyigcwalisile iYerusalem ngale mfundiso yenu, yaye nizimisele ukusibeka ityala ngokufa kwalo mntu.”*+