IZenzo 5:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Kodwa umFarisi ekuthiwa nguGamaliyeli,+ umfundisi woMthetho owayehlonitshwa ngabantu bonke, waphakama eNkundleni* waza wayalela ukuba la madoda akhutshwe okomzuzwana. IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:34 Ukunikela Ubungqina, iphe. 39-40 IMboniselo,5/15/2008, iphe. 31 9/15/2006, iphe. 9
34 Kodwa umFarisi ekuthiwa nguGamaliyeli,+ umfundisi woMthetho owayehlonitshwa ngabantu bonke, waphakama eNkundleni* waza wayalela ukuba la madoda akhutshwe okomzuzwana.