IZenzo 5:41 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 41 Abapostile baphuma phambi kwaloo Nkundla* bevuya,+ kuba uThixo wayebabona bekufanelekele ukuhlaziswa ngenxa yegama likaYesu. IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:41 UBukumkani BukaThixo Buyalawula!, iphe. 135 Ukunikela Ubungqina, iphe. 40-41
41 Abapostile baphuma phambi kwaloo Nkundla* bevuya,+ kuba uThixo wayebabona bekufanelekele ukuhlaziswa ngenxa yegama likaYesu.