IZenzo 6:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Kwathi ke ngaloo mihla bakwanda abafundi, amaYuda athetha isiGrike akhalazela amaYuda athetha isiHebhere, kuba abahlolokazi bawo babengahoywa xa kusabiwa ukutya mihla le.+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 6:1 Ukunikela Ubungqina, iphe. 41 IMboniselo,7/15/2006, iphe. 16
6 Kwathi ke ngaloo mihla bakwanda abafundi, amaYuda athetha isiGrike akhalazela amaYuda athetha isiHebhere, kuba abahlolokazi bawo babengahoywa xa kusabiwa ukutya mihla le.+