IZenzo 7:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Kodwa akazange amnike mhlaba apho, engazange amnike nendawo le yokunyathela. Wamthembisa ukuba uza kumnika elo lizwe libe lilifa lakhe, aze alinike nenzala* yakhe+ nangona wayengekabi namntwana ngelo xesha.
5 Kodwa akazange amnike mhlaba apho, engazange amnike nendawo le yokunyathela. Wamthembisa ukuba uza kumnika elo lizwe libe lilifa lakhe, aze alinike nenzala* yakhe+ nangona wayengekabi namntwana ngelo xesha.