IZenzo 7:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 UThixo wamchazela nokuba inzala* yakhe yayiza kuba ngabantu basemzini kwilizwe elingelolayo, nokuba abantu balapho babeza kuyenza amakhoboka baze bayicinezele* kangangeminyaka eyi-400.+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:6 “Sonke ISibhalo”, iphe. 18, 294
6 UThixo wamchazela nokuba inzala* yakhe yayiza kuba ngabantu basemzini kwilizwe elingelolayo, nokuba abantu balapho babeza kuyenza amakhoboka baze bayicinezele* kangangeminyaka eyi-400.+