IZenzo 7:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 wamsindisa kuzo zonke iintlungu awazifumanayo, wamenza wathandwa ngabantu yaye wasisilumko phambi koFaro ukumkani waseYiputa. UFaro wambeka ukuba alawule iYiputa nayo yonke indlu yakhe.+
10 wamsindisa kuzo zonke iintlungu awazifumanayo, wamenza wathandwa ngabantu yaye wasisilumko phambi koFaro ukumkani waseYiputa. UFaro wambeka ukuba alawule iYiputa nayo yonke indlu yakhe.+