IZenzo 7:42 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 42 UThixo wabashiya waza wabayeka bakhonza umkhosi wezulu,+ njengokuba kubhaliwe encwadini yabaprofeti kwathiwa: ‘Andithi naningayenzeli mna iminikelo nemibingelelo enayenza entlango kangangeminyaka eyi-40 ndlu kaSirayeli? IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:42 IMboniselo,11/15/2000, iphe. 14
42 UThixo wabashiya waza wabayeka bakhonza umkhosi wezulu,+ njengokuba kubhaliwe encwadini yabaprofeti kwathiwa: ‘Andithi naningayenzeli mna iminikelo nemibingelelo enayenza entlango kangangeminyaka eyi-40 ndlu kaSirayeli?