IZenzo 7:43 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 43 Kodwa yintente kaMolokhi+ nenkwenkwezi kathixo uRefan enazithuthayo, imifanekiso enayenzayo ukuze niyinqule. Ngoko ke ndiza kunigxothela ngaphaya kwaseBhabhiloni.’+
43 Kodwa yintente kaMolokhi+ nenkwenkwezi kathixo uRefan enazithuthayo, imifanekiso enayenzayo ukuze niyinqule. Ngoko ke ndiza kunigxothela ngaphaya kwaseBhabhiloni.’+