IZenzo 9:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Kodwa uSawule waya esiba namandla, ewaval’ umlomo amaYuda awayehlala eDamasko, njengokuba wayewabonisa ngokucacileyo ukuba lo nguKristu.+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 9:22 Ukunikela Ubungqina, iphe. 64 ISikolo Sobulungiseleli, iphe. 170
22 Kodwa uSawule waya esiba namandla, ewaval’ umlomo amaYuda awayehlala eDamasko, njengokuba wayewabonisa ngokucacileyo ukuba lo nguKristu.+