IZenzo 9:40 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 40 Emva koko, uPetros wakhupha wonke umntu,+ waguqa ngamadolo waza wathandaza. Wajika wajonga eso sidumbu waza wathi: “Tabhitha, vuka!” Wavula amehlo akhe uTabhitha, wathi akubona uPetros, wahlala ngeempundu.+
40 Emva koko, uPetros wakhupha wonke umntu,+ waguqa ngamadolo waza wathandaza. Wajika wajonga eso sidumbu waza wathi: “Tabhitha, vuka!” Wavula amehlo akhe uTabhitha, wathi akubona uPetros, wahlala ngeempundu.+