IZenzo 11:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Ukumfumana kwakhe, waya naye kwa-Antiyokwe. Ngoko unyaka wonke babesiya kwibandla lalapho, befundisa abantu abaninzi. Yaqala apho kwa-Antiyokwe into yokuba abafundi babizwe ngokuba ngamaKristu, ngokomyalelo kaThixo.+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:26 Ukunikela Ubungqina, iphe. 74-76 IMboniselo,7/15/2000, iphe. 25-26
26 Ukumfumana kwakhe, waya naye kwa-Antiyokwe. Ngoko unyaka wonke babesiya kwibandla lalapho, befundisa abantu abaninzi. Yaqala apho kwa-Antiyokwe into yokuba abafundi babizwe ngokuba ngamaKristu, ngokomyalelo kaThixo.+