IZenzo 12:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Kodwa waphakamisa isandla ebathulisa waza wababalisela indlela uYehova* awamkhupha ngayo ejele, wathi: “Ze niyibalisele uYakobi+ nabanye abazalwana yonke le nto.” Emva koko waphuma waya kwenye indawo. IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 12:17 Ukunikela Ubungqina, iphe. 81, 112
17 Kodwa waphakamisa isandla ebathulisa waza wababalisela indlela uYehova* awamkhupha ngayo ejele, wathi: “Ze niyibalisele uYakobi+ nabanye abazalwana yonke le nto.” Emva koko waphuma waya kwenye indawo.