IZenzo 12:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 UHerode wamkhangela yonke indawo, wathi akungamfumani, wancina oonogada waza wayalela ukuba bohlwaywe;+ emva koko wemka kwelakwaYuda waya eKesareya okwexeshana. IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 12:19 Ukunikela Ubungqina, iphe. 81
19 UHerode wamkhangela yonke indawo, wathi akungamfumani, wancina oonogada waza wayalela ukuba bohlwaywe;+ emva koko wemka kwelakwaYuda waya eKesareya okwexeshana.