IZenzo 13:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Jonga! uYehova* uza kukohlwaya, yaye uza kuba yimfama, ungakuboni ukukhanya kwelanga okwexeshana.” Ngokukhawuleza yonke into yaba nkungu kuye, kwaba mnyama, ngoko wajikeleza efuna umntu aza kubambelela kuye. IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 13:11 Ukunikela Ubungqina, iphe. 87-88
11 Jonga! uYehova* uza kukohlwaya, yaye uza kuba yimfama, ungakuboni ukukhanya kwelanga okwexeshana.” Ngokukhawuleza yonke into yaba nkungu kuye, kwaba mnyama, ngoko wajikeleza efuna umntu aza kubambelela kuye.